Igenesis 41:40 XHO75

40 Ùya kuba phezu kwendlu yam wena, bawuthobele umlomo wakho bonke abantu bam; kusetroneni yodwa endiya kuba mkhulu kuwe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 41

imbono Igenesis 41:40 kwimeko