Igenesis 41:43 XHO75

43 Wamkhwelisa enqwelweni yesibini abenayo, kwamenyezwa phambi kwakhe, kwathiwa, Guqani! Wammisa phezu kwalo lonke ilizwe laseYiputa.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 41

imbono Igenesis 41:43 kwimeko