Igenesis 41:8 XHO75

8 Kwathi kusasa, umoya wakhe wangqunga; wathumela, wazibiza zonke izazi zaseYiputa, izilumko zonke zakhona. UFaro wazixelela iphupha lakhe; akwabakho bani kuzo unokuwatyhila kuFaro.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 41

imbono Igenesis 41:8 kwimeko