Igenesis 43:30 XHO75

30 Wakhawuleza uYosefu; kuba wasikwa yimfesane ngenxa yomninawa wakhe, wafuna indawo angalilela kuyo, wangena engontsini, walila khona.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 43

imbono Igenesis 43:30 kwimeko