Igenesis 43:5 XHO75

5 Ukuba akuthanga umthume, asiyi kuhla; kuba indoda leyo yathi kuthi, Àniyi kububona ubuso bam, engabangakho nani umninawa wenu.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 43

imbono Igenesis 43:5 kwimeko