Igenesis 44:16 XHO75

16 UYuda wathi, Siya kuthini na enkosini yam? Siya kuthetha ntoni na? Siya kuzihlamba njani na? UThixo ubufumene ubugwenxa babakhonzi bakho; yabona, singabakhonzi benkosi yam, thina aba, nalowa indebe ifunyenwe esandleni sakhe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 44

imbono Igenesis 44:16 kwimeko