Igenesis 44:20 XHO75

20 Ninomninawa na? Sathi thina enkosini yam, Sinobawo ixhego, nomntwana wobuxhego bakhe omncinane; umkhuluwa wakhe wafa, yena usele yedwa kunina, uyise uyamthanda.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 44

imbono Igenesis 44:20 kwimeko