Igenesis 44:9 XHO75

9 Osukuba ifunyenwe kuye phakathi kwabakhonzi bakho, makafe; kananjalo thina síbe ngamakhoboka enkosini yam.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 44

imbono Igenesis 44:9 kwimeko