Igenesis 45:1 XHO75

1 UYosefu akabanga nakuzibamba phambi kwabo bonke ababemi ngakuye. Wadanduluka wathi, Khuphani bonke abantu, bemke kum. Akwabakho mntu umi ngakuyé ekuzaziseni kukaYosefu kubazalwana bakhe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 45

imbono Igenesis 45:1 kwimeko