Igenesis 46:31 XHO75

31 Wathi uYosefu kubazalwana bakhe nakwindlu kayise, Ndiya kunyuka ndiye kubika kuFaro, ndithi kuye, Abazalwana bam nendlu kabawo, ababesezweni lakwaKanan, bafikile;

funda isahluko epheleleyo Igenesis 46

imbono Igenesis 46:31 kwimeko