Igenesis 46:34 XHO75

34 nòthi, Abakhonzi bakho ngabafuyi bempahla kwasebuncinaneni bethu unangoku, thina aba noobawo bethu; ukuze nime ezweni laseGoshen, kuba bonke abalusi bempahla emfutshane balisikizi kumaYiputa.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 46

imbono Igenesis 46:34 kwimeko