Igenesis 47:22 XHO75

22 Ngumhlaba wababingeleli wodwa angawuthenganga; kuba ababingeleli babenesabelo abasimiselweyo esivela kuFaro, besidla isabelo eso simiselweyo, babesinikwe nguFaro; ngenxa yoko bona abathengisanga ngomhlaba wabo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 47

imbono Igenesis 47:22 kwimeko