Igenesis 47:29 XHO75

29 Yasondela imihla kaSirayeli yokuba afe; wabiza unyana wakhe uYosefu, wathi kuye, Ukuba kaloku ndibabalwe nguwe, khawubeke isandla sakho phantsi kwethangá lam, undenzele inceba nenyaniso. Uze ungakhe undingcwabe eYiputa.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 47

imbono Igenesis 47:29 kwimeko