Igenesis 48:19 XHO75

19 Àkavuma uyise, wathi, Ndiyazi, nyana wam, ndiyazi; naye uya kuba sisizwe, naye uya kuba mkhulu; kodwa umninawa wakhe uya kuba mkhulu kuye, nembewu yakhe ibe ziintlanga ezininzi.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 48

imbono Igenesis 48:19 kwimeko