Igenesis 49:31 XHO75

31 Bamngcwaba khona apho uAbraham noSara umkakhe; bamngcwaba khona apho uIsake noRebheka umkakhe; ndamngcwaba khona apho uLeya.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 49

imbono Igenesis 49:31 kwimeko