9 Lithole lengonyama uYuda;Ùsuké ekuqwengeni, nyana wam,Waguqa, wabuthuma njengengonyama,Njengengonyamakazi; ngubani na oya kumvusa?
10 Intonga ayayi kumka kuYuda,Intonga yommisi-mthetho ayayi kumka phakathi kweenyawo zakhe,Ade afike uShilo,Zimlulamele izizwe.
11 NguKhuleka emdiliyeni imazi yakhe ye-esile,UKhuleka kowohlobo inkonyana yakhe ye-esile;UHlamba ngewayini isambatho sakhe,Ngegazi lediliya ingubo yakhe;
12 UMehlo abomvu yiwayini,UMazinyo amhlophe ngamasi.
13 UZebhulon uya kuma ngasezibukweni lolwandle,
14 Ewe, ngasezibukweni leenqanawa,Icala lakhe lisingise eTsidon.UIsakare yinyathi ye-esile,Ulala phakathi kweentlanti.
15 Wakúbona ukuphumla ukuba kulungile,Nelizwe ukuba limnandi;Igxalaba lakhe walithobela ukuthwala,Waba ngumsébenzi ofakwa uviko.