Igenesis 5:19 XHO75

19 UYerede wahlala emveni kokuzala kwakhe uEnoki iminyaka emakhulu asibhozo; wazala oonyana neentombi.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 5

imbono Igenesis 5:19 kwimeko