Igenesis 50:23 XHO75

23 UYosefu wabona oonyana besesithathu isizukulwana sikaEfrayim, kwanoonyana bakaMakire, unyana kaManase, ababezalelwe emadolweni kaYosefu.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 50

imbono Igenesis 50:23 kwimeko