Igenesis 50:5 XHO75

5 Ubawo wandifungisa esithi, Yabona, ndiza kufa; engcwabeni lam endizimbeleyo ezweni lakwaKanan, wòndingcwabela khona apho. Ngoko makhe ndinyuke ndiye kumngcwaba ubawo; ndobuya ndibuye.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 50

imbono Igenesis 50:5 kwimeko