Igenesis 6:17 XHO75

17 Mna ke, ùyabona, ndihlisa unogumbe wamanzi ehlabathini, wokonakalisa yonke inyama enomoya wokuphila kuyo, ephantsi kwamazulu; konke okusehlabathini kuya kuphuma umphefumlo;

funda isahluko epheleleyo Igenesis 6

imbono Igenesis 6:17 kwimeko