Igenesis 6:7 XHO75

7 Wathi uYehova, Ndiya kumcima umntu endimdalileyo, angabikho ehlabathini, kuthabathele emntwini kuse ezinkomeni, kuse ezinambuzaneni, kuse ezintakeni zezulu, ngokuba ndizohlwaya ngokuba ndizenzile ezo zinto.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 6

imbono Igenesis 6:7 kwimeko