Igenesis 9:11 XHO75

11 Ndiwumisé umnqophiso wam nani, ukuba ingabi sanqunyulwa yonke inyama ngamanzi onogumbe, kungabi sabakho nogumbe wokulonakalisa ihlabathi.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 9

imbono Igenesis 9:11 kwimeko