Ingoma Yazo Iingoma 1:4 XHO75

4 Nditsale, sogidima emva kwakho;Ukuba ukumkani undingenise ezingontsini zakhe,Sogcoba, sivuye ngawe.Sozikhankanya izincokoliso zakho ngaphezu kwewayini;Zikuthanda zinyanisile.

funda isahluko epheleleyo Ingoma Yazo Iingoma 1

imbono Ingoma Yazo Iingoma 1:4 kwimeko