Ingoma Yazo Iingoma 6:9 XHO75

9 Mnye yena olivukuthu lam oyingqibeleli yam;Mnye yena kunina,Umnyulwa walowo wamzaláyo.Zambona iintombi, zathi únoyolo,Bamdumisa ookumkanikazi namashweshwe.

funda isahluko epheleleyo Ingoma Yazo Iingoma 6

imbono Ingoma Yazo Iingoma 6:9 kwimeko