Ingoma Yazo Iingoma 7:12 XHO75

12 Masivuke kusasa, siye ezidiliyeni,Sibone ukuba umdiliya unamathupha na, iintyantyambo zawo zibhenqekile na,Imirharnate ityatyambile na.Ndokunika apho izincokoliso zam.

funda isahluko epheleleyo Ingoma Yazo Iingoma 7

imbono Ingoma Yazo Iingoma 7:12 kwimeko