Ingoma Yazo Iingoma 7:4 XHO75

4 Intamo yakho injengenqaba yophondo lwendlovu;Amehlo akho ngamachibi aseHeshbhon,Ngasesangweni layo, inabantu abaninzi;Impumlo yakho injengenqaba yaseLebhanonEbheke eDamasko.

funda isahluko epheleleyo Ingoma Yazo Iingoma 7

imbono Ingoma Yazo Iingoma 7:4 kwimeko