Ingoma Yazo Iingoma 8:2 XHO75

2 Bendiya kukuqhuba, bendiya kukusa endlwini kama;Ubuya kundifundisa.Bendiya kukuseza iwayini eqholiweyo,Nencindi yomrharnate wam.

funda isahluko epheleleyo Ingoma Yazo Iingoma 8

imbono Ingoma Yazo Iingoma 8:2 kwimeko