Ingoma Yazo Iingoma 8:5 XHO75

5 Ngubani na lo unyuka evela entlango,Esayama intánda yakhe?Ngaphantsi komapile lo ndákuvusa wena.Khona apha waba nenimba ngawe unyoko,Khona apha waba nenimba owakuzalayo.

funda isahluko epheleleyo Ingoma Yazo Iingoma 8

imbono Ingoma Yazo Iingoma 8:5 kwimeko