16 Ukubonakala kweevili nokusetyenzwa kwazo kwakunjengembonakalo yekrizolite,* zimfaninye zoné; ukubonakala kwazo nokusetyenzwa kwazo kungathi ivili ingaphakathi kwevili.
funda isahluko epheleleyo Uhezekile 1
imbono Uhezekile 1:16 kwimeko