Uhezekile 10:11 XHO75

11 Ekuhambeni kwazo zahamba zaya kumacala azo omané; àzajikeleza ekuhambeni kwazo; ngokuba apho sukuba leyo iphambili ibe ibheka khona, zibe ziyilandela, zingajikelezi ekuhambeni kwazo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 10

imbono Uhezekile 10:11 kwimeko