Uhezekile 10:2 XHO75

2 Wathetha kwindoda eyambethe ilinen emhlophe, wathi, Yiya phakathi kweevili ezijikelezayo ngaphantsi kwekerubhi, uzalise izandla zakho ngamalahle omlilo, uwathabathe phakathi kweekerubhi, uwasasaze phezu kwawo umzi. Yangena ndíyibona.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 10

imbono Uhezekile 10:2 kwimeko