Uhezekile 11:24 XHO75

24 UMoya wandifunqula, wandisa kwelamaKaledi kubathinjwa, ndisembonweni ngoMoya kaThixo. Wenyuka wemka kum umbono ebendiwubona.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 11

imbono Uhezekile 11:24 kwimeko