Uhezekile 11:7 XHO75

7 Ngako oko itsho iNkosi uYehova ukuthi, Ababuleweyo benu, ebe nibabeka phantsi phakathi kwawo umzi, bayinyama, wona ke uyimbiza; nina niya kukhutshwa phakathi kwawo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 11

imbono Uhezekile 11:7 kwimeko