Uhezekile 12:13 XHO75

13 Ndiya kuwutwabulula umnatha wam phezu kwaso, sibanjiswe ngumgibe wam, ndisìse eBhabheli, ezweni lamaKaledi; ke asiyi kulibona, noko siya kufela khona.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 12

imbono Uhezekile 12:13 kwimeko