Uhezekile 12:7 XHO75

7 Ndenjenjalo, njengoko ndawiselwa umthetho ngako; ndayikhupha emini impahla yam ngokwempahla yemfuduka; ngokuhlwa ndazigqobhozela eludongeni ngesandla, ndayikhupha kwakuba mnyama, ndayithwala ngamagxa emehlweni abo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 12

imbono Uhezekile 12:7 kwimeko