Uhezekile 14:22 XHO75

22 Yabonani ke, kuya kusala kuyo abasindileyo, ábaya kukhutshwa, abangoonyana neentombi; yabonani, baya kuphuma beze kuni, niyibone indlela yabo neentlondi zabo; nithuthuzeleke ngenxa yobubi endayizisela bona iYerusalem, ngenxa yento yonke endayizisela yona.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 14

imbono Uhezekile 14:22 kwimeko