Uhezekile 15:5 XHO75

5 Yabona, oko ube usewonke, ubungenamsebenzi; wóbeka phi na ke ukungabi namsebenzi, xa uthe watshiswa ngumlilo, warhawuka?

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 15

imbono Uhezekile 15:5 kwimeko