Uhezekile 16:34 XHO75

34 Wena okwakho ukuhenyuza kuthe kwaphambana nokwamankazana, ngokuthi ingabi nguwe olandelwayo ekuhenyuzeni; ngokuthi urhole wena umvuzo wobuhenyu, ungàrholelwa umvuzo wobuhenyu; waba ngophambileyo ke.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 16

imbono Uhezekile 16:34 kwimeko