Uhezekile 16:4 XHO75

4 Ukuzalwa kwakho ke, ngemini yokuzalwa kwakho ayinqunyulwanga imfesane yakho, akuhlanjwanga ngamanzi ukuba usuleke, akuhlikihlwanga ngatyuwa, akusongelwanga zisongelweni.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 16

imbono Uhezekile 16:4 kwimeko