Uhezekile 17:15 XHO75

15 Wasuka ke wagwillika kuye ngokuthuma abathunywa bakhe eYiputa, ukuze anikwe amahashe nabantu abaninzi. Wóba nempumelelo na? Wósinda na owenze loo nto? Wówaphula umnqophiso, asinde na ke?

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 17

imbono Uhezekile 17:15 kwimeko