Uhezekile 20:1 XHO75

1 Ke kaloku kwathi ngomnyaka wesixhenxe, ngenyanga yesihlanu, ngolweshumi enyangeni leyo, kwafika amadoda, evela kumadoda amakhulu akwaSirayeli, ukuba abúzise kuYehova. Ahlala phantsi phambi kwam.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 20

imbono Uhezekile 20:1 kwimeko