Uhezekile 20:13 XHO75

13 Indlu kaSirayeli yesuka yaba neenkani kum entlango; àbahamba ngemimiselo yam; bawacekisa amasiko am, awothi umntu ewenzile, aphile ngawo; bazihlambela kakhulu iisabatha zam. Ndathi ke, ndiya kuthulula ubushushu bam phezu kwabo entlango, ukuze ndibagqibele.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 20

imbono Uhezekile 20:13 kwimeko