Uhezekile 20:31 XHO75

31 nizenzé iinqambi ezigodweni zenu ngokunikela izipho zenu, nangokuba candisa emlilweni oonyana benu nanamhlanje; mna ndingábuzwa níni na, ndlu kaSirayeli? Ndihleli nje, itsho iNkosi uYehova, andiyi kubuzwa níni, nakanye.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 20

imbono Uhezekile 20:31 kwimeko