Uhezekile 23:35 XHO75

35 Ngako oko itsho iNkosi uYehova ukuthi, Ngenxa enokuba ùndilibele, wandiphosa emva komhlana wakho, ùya kuwathwala nokuwathwala amanyala akho nokuhenyuza kwakho.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 23

imbono Uhezekile 23:35 kwimeko