Uhezekile 24:16 XHO75

16 Nyana womntu, yabona, ndithabatha kuwe intánda yamehlo akho ngesibetho; uze ungambambazeli, ungalili; makungaphumi zinyembezi kuwe.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 24

imbono Uhezekile 24:16 kwimeko