Uhezekile 24:2 XHO75

2 Nyana womntu, Zibhalele igama lale mini, layo yona le mini; ukumkani waseBhabheli uyishicilele iYerusalem ngayo yona le mini.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 24

imbono Uhezekile 24:2 kwimeko