Uhezekile 25:4 XHO75

4 ngako oko, yabona, ndikunikela koonyana basempumalanga, ukuba bamele kuwe, bamise iingqili zabo kuwe, benze neendawo zokuhlala kwabo kuwe. Bona baya kudla iziqhamo zakho, basele amasi akho.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 25

imbono Uhezekile 25:4 kwimeko