Uhezekile 26:15 XHO75

15 Itsho iNkosi uYehova kwiTire, ukuthi, Aziyi kunyikima na iziqithi ngenxa yesithonga sokuwa kwakho, ekuncwineni kwabangxwelerhiweyo, ekubulaweni kwabaphakathi kwakho?

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 26

imbono Uhezekile 26:15 kwimeko