Uhezekile 26:20 XHO75

20 ndiya kukuhlisela kwabahlé baya emhadini, ndikuse ebantwini basendaleni, ndikuhlalise ezweni langaphantsi, emanxuweni asendaleni nabahlé baya emhadini, ukuze ungamiwa; ndenzè ubukhazikhazi ezweni labahleliyo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 26

imbono Uhezekile 26:20 kwimeko