Uhezekile 27:17 XHO75

17 ElakwaYuda nelizwe lakwaSirayeli belingabarhwebeli bakho; barhwebisana nawe ngengqolowa yaseMiniti nangemiqhathane, nangobusi, nangeoli, nangamafutha aqholiweyo.

funda isahluko epheleleyo Uhezekile 27

imbono Uhezekile 27:17 kwimeko